Iivideo

Umprofeti Wenkulungwana Yamashumi Amabini, eyafotwa ngombala, ukuzisa kwelikaMzalwana Branham ikhaya ngodliwano ndlebe luka 1953.

Umkhankaso WaseChicago wafotwa eChicago, Illinois ngo Agasti, 1953.

Inzulu Ibiza Inzulu yafotwa kwiholo Yomgaqo-nkqubo eWashington, D.C. ngoJuni we 1954.